Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) icône

102 by Curious Learning


Aug 3, 2022

À propos de Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Français

Umdlalo wemfundo owanceda abantwana bafunde ukufunda

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monstre uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha !

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?

Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO !

Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo  Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA

• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana

• Jeux de traçage de lettres pour faciliter la lecture et l'écriture Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala

• Imidlalo yokukhumbula yesigama

• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela

• Ingxelo yophuhliso kubazali

• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye

• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo

• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo

• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo

• Akukho ntengiso

• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO

Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA ?

Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-ministère norvégien des Affaires étrangères , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - Centre de technologie éducative et IRC - Comité international de secours.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimi ezili-intete-100 ezili.

-----

Feed The Monster enseigne aux enfants les bases de la lecture dans isiXhosa. Collectez des œufs de monstres et donnez-leur des lettres pour qu'ils puissent devenir de nouveaux amis !

QU'EST-CE QUE NOURRIR LE MONSTRE ?

Feed The Monster utilise des techniques éprouvées de « jouer pour apprendre » pour impliquer les enfants et les aider à apprendre à lire. Les enfants aiment collectionner et élever des monstres tout en apprenant les bases de la lecture.

TÉLÉCHARGEMENT GRATUIT, PAS DE PUBLICITÉ, PAS D'ACHATS INTÉGRÉS !

Tout le contenu est 100% gratuit, créé par Curious Learning et CET, des organisations à but non lucratif d'alphabétisation, et introduit en Afrique du Sud grâce au soutien de l'école BellaVista.

CARACTÉRISTIQUES DU JEU POUR PROMOUVOIR LES COMPÉTENCES EN LECTURE :

• Puzzles phonétiques amusants et captivants

• Jeux de traçage de lettres pour faciliter la lecture et l'écriture

• Jeux de mémoire de vocabulaire

• Niveaux stimulants « uniquement sonores »

• Rapport de progrès parental

• Connexion multi-utilisateurs pour la progression de chaque utilisateur.

• Monstres à collectionner, évolutifs et amusants

• Aucun achat intégré

• Aucune publicité

• Aucune connexion Internet requise

DÉVELOPPÉ PAR DES EXPERTS POUR VOTRE ENFANT.

Le jeu est basé sur des années de recherche et d'expérience dans la science de l'alphabétisation. Il intègre des compétences clés pour l'alphabétisation, notamment la conscience phonologique, la reconnaissance des lettres, la phonétique, le vocabulaire et la lecture de mots à vue afin que les enfants puissent développer une base solide pour la lecture. Construit autour du concept de prendre soin d'une collection de monstres, il est conçu pour encourager l'empathie, la persévérance et le développement socio-émotionnel des enfants.

Quoi de neuf dans la dernière version 102

Last updated on Aug 3, 2022

Minor bug fixes and improvements. Install or update to the newest version to check it out!

Chargement de la traduction...

Informations Jeu supplémentaires

Dernière version

Demande Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) mise à jour 102

Telechargé par

Ãmi Ňã

Nécessite Android

Android 4.4W+

Available on

Télécharger Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) sur Google Play

Voir plus

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) Captures d'écran

Charegement du commentaire...
Langues
Langues
Recherche en cours...
Abonnez-vous à APKPure
Soyez le premier à avoir accès à la sortie précoce, aux nouvelles et aux guides des meilleurs jeux et applications Android.
Non merci
S'inscrire
Abonné avec succès!
Vous êtes maintenant souscrit à APKPure.
Abonnez-vous à APKPure
Soyez le premier à avoir accès à la sortie précoce, aux nouvelles et aux guides des meilleurs jeux et applications Android.
Non merci
S'inscrire
Succès!
Vous êtes maintenant souscrit à notre newsletter.